Inguqulelo ka ifoni ingesiNgesi:

ifoni

telephone

(ifowuni)

isibizo (class 9, isininzi iifoni)

  • 1

    telephone
    phone
    Ifoni yaphendulwa nguMfundisi uNtlapho The phone was answered by Reverend Ntlapho
    → Synonym of imfonomfono, umnxeba
  • 2

    cellphone
    Ifoni yakho iyakhala Your cellphone's ringing
    → Synonym of unomyayi