Inguqulelo ka igoqo ingesiNgesi:

igoqo

heap of firewood

isibizo (class 5, isininzi amagoqo)

  • 1

    heap of firewood
    NgoMeyi malibe seliqinile igoqo lakhe leenkuni In May, her heap of firewood must already be in place