Inguqulelo ka igqiza ingesiNgesi:

igqiza

delegation

isibizo (class 5, isininzi amagqiza)

  • 1

    delegation
    INkulumbuso yephondo ikhokela igqiza labathunywa bephondo layo The Premier of the province leads a delegation from her province
  • 2

    panel
    ISebe lemiCimbi yoQoqosho noKhenketho latyumba iGqiza loQwalaselo The Department of Economic Affairs and Tourism appointed the Review Panel