Inguqulelo ka igwele ingesiNgesi:

igwele

yeast

isibizo (class 5, isininzi amagwele)

  • 1

    yeast
    Ndiyathemba ke ukuba ukho umgubo, igwele, ityuwa namanzi I hope then that there is flour, yeast, salt and water