Inguqulelo ka ikhadibhodi ingesiNgesi:

ikhadibhodi

cardboard box

isibizo (class 9, isininzi iikhadibhodi)

  • 1

    cardboard box
    Faka iitapile kwikhadibhodi Put the potatoes in a cardboard box
  • 2

    cardboard
    Sebenzisa ikhadibhodi wenze ipowusta Use cardboard and make a poster