Inguqulelo ka ikholam ingesiNgesi:

ikholam

column

isibizo (class 9, isininzi iikholam)

  • 1

    (in text)
    column
    Ikholam yokuqala ibonisa iintlobo ezahlukeneyo zeenkcukacha The first column shows different types of details