Inguqulelo ka ikiliva ingesiNgesi:

ikiliva

wheelbarrow

isibizo (class 9, isininzi iikiliva)

  • 1

    wheelbarrow
    Utata uthengele unogadi ikiliva ebomvu Father bought the gardener a red wheelbarrow