Inguqulelo ka ikomkhulu ingesiNgesi:

ikomkhulu

isibizo (class 5, isininzi amakomkhulu)

  • 1

    Great Place (the home of a chief)
    Ikomkhulu lamaRharhabe laliphesheya komlambo iQonce The Great Place of the Rharhabe clan was across the Buffalo River