Inguqulelo ka ilantshi ingesiNgesi:

ilantshi

lunch

isibizo (class 9)

  • 1

    lunch
    Faka neziqhamo kwibhokisi yakho yelantshi Put fruit in your lunch box
    → See isidlo

Usetyenziso

A more formal term for 'lunch' is 'isidlo sasemini'.