Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika ilitha in isiXhosa

: ilitha1ilitha2

ilitha1

light

isibizo (classes 5, 9, isininzi amalitha or iilitha)

  • 1

    light
    Ndibone ilitha phezu kwemithi I saw a light above the trees

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika ilitha in isiXhosa

: ilitha1ilitha2

ilitha2

litre

isibizo (classes 5, 9, isininzi amalitha or iilitha)

  • 1

    litre
    Ilitha enye yenza iikomityi ezine zesiselo esibandayo One litre makes four cups of cold drink