Inguqulelo ka ilixa ingesiNgesi:

ilixa

time

isibizo (class 5, isininzi amaxa)

  • 1

    time
    period
    Yintoni le ifuna ukuba sibe nokuyibekela ilixa elizayo? What is it that we have to postpone for next time?
    Ngelixa lobalo lwabemi, wonke umntu elizweni uyabalwa At the time of a census, everybody in the country is counted