Inguqulelo ka ilizwana ingesiNgesi:

ilizwana

small country

(izwana)

isibizo (class 5, isininzi amazwana)

  • 1

    small country
    Ilizwana labeSuthu lingqongqwe nguMzantsi Afrika The small country of Lesotho is surrounded by South Africa
  • 2

    soft voice
    Ilizwana lale nzwakazi liintyiloza kamnandana The soft voice of the young lady was wonderful
  • 3

    short message
    brief talk
    Mamelani ilizwana elifutshane Listen to the short message