Inguqulelo ka ilungu ingesiNgesi:

ilungu

member

isibizo (class 5, isininzi amalungu)

  • 1

    member
    Ilungu lekomiti yesikolo nguNtshilibe Tshezi A member of the school committee is Ntshilibe Tshezi
  • 2

    part (of the body)
    organ
    limb
    Liliphi ilungu lengalo yakho elibuthathaka kakhulu? Which part of your arm is the weakest?
  • 3

    joint
    Umzimba unamalungu amaninzi, umzekelo amadolo neengqiniba The body has many joints, for example knees and elbows