Inguqulelo ka imbokotho ingesiNgesi:

imbokotho

(traditional) grinding stone

isibizo (class 9, isininzi iimbokotho)

  • 1

    (traditional) grinding stone
    Lumka! Le mbokotho inzima kakhulu Be careful! This grinding stone is very heavy