Inguqulelo ka imbongi ingesiNgesi:

imbongi

poet

isibizo (class 9, isininzi iimbongi)

  • 1

    (usually referring to traditional Xhosa poet)
    poet
    praise poet
    imbongi
    Imbongi ibonga enye yeetitshala ezaziwayo, into kaMalinga The poet is singing praises to one of the well known teachers, the son of Malinga
    Imbongi yabonga ekuqaleni kwemibhiyozo The imbongi performed a praise song at the start of the celebrations

Usetyenziso

The word 'imbongi' is sometimes used in English, as in the second example above.