Inguqulelo ka imeko ingesiNgesi:

imeko

condition

isibizo (class 9, isininzi iimeko)

  • 1

    condition
    circumstance
    situation
    Iimeko esiphila phantsi kwazo eSite C zinzima kakhulu The conditions which we live under at Site C are very difficult