Inguqulelo ka imfumba ingesiNgesi:

imfumba

heap

isibizo (class 9, isininzi iimfumba)

  • 1

    heap
    pile
    Bathabathe amatye, benza imfumba They took stones and made a pile
  • 2

    crowd
    large number of people
    Emva kwemini kwavela imfumba yabantu A crowd of people arrived in the afternoon