Inguqulelo ka imihlali ingesiNgesi:

imihlali

excitement

isibizo esikwisininzi (class 4)

  • 1

    excitement
    happiness
    joy
    Imihlali awayenayo ngaloo ncwadi, yayingenambaliso The excitement she had over that book was unbelievable