Inguqulelo ka imo ingesiNgesi:

imo

state

isibizo (class 9, isininzi iimo)

  • 1

    state
    nature
    condition
    Injani imo yobutyebi bamanzi oMzantsi Afrika namhlanje? What is the state of water resources in South Africa today?
  • 2

    shape
    form
    Imo yesikwere inamacala amane A square shape has four sides