Inguqulelo ka imozulu ingesiNgesi:

imozulu

climate

isibizo (class 9)

  • 1

    climate
    UMntla Koloni unemozulu eshushu neyomileyo The Northern Cape has a hot and dry climate
  • 2

    weather
    Nxiba ijezi, imozulu namhlanje iyabanda Wear a jersey, the weather is cold today