Inguqulelo ka imposiso ingesiNgesi:

imposiso

mistake

isibizo (class 9, isininzi iimposiso)

  • 1

    mistake
    error
    fault
    Imposiso yam yaba kukungabaxeleli abazali bam ukuba ndiyagula My mistake was my failure to tell my parents that I was sick
    → Synonym of impazamo