Inguqulelo ka inamba ingesiNgesi:

inamba

number

isibizo (class 9, isininzi iinamba)

  • 1

    number
    Inamba yefeksi ithi +27 11 987 3456 The fax number is +27 11 987 3456
  • 2

    python
    Inamba kaloku yinyoka eyoyikwa kakhulu ngamaXhosa The python is a snake which is most feared by the Xhosa people