Inguqulelo ka indawana ingesiNgesi:

indawana

small place

isibizo (class 9, isininzi iindawana)

  • 1

    small place
    small room
    small space
    Ecaleni kukho indawana yokuphekela On the side was a small space for cooking
  • 2

    a little bit
    Ndinayo indawana yosizi I have a little bit of pity