Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika inene in isiXhosa

: inene1inene2inene3

inene1

really

isihlomelo

  • 1

    really
    indeed
    Inene, abanye abantu banethamsanqa! Indeed, some people are lucky!
    Usebenzile, inene usebenzile You've worked, you've really worked

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika inene in isiXhosa

: inene1inene2inene3

inene2

gentleman

isibizo (classes 9, 5, isininzi amanene)

  • 1

    gentleman
    Amanene amaninzi ashiywa ngabafazi bawo Many gentlemen are deserted by their wives
  • 2

    right hand
  • 3

    right-handed person
    Ndilinene I'm a right-handed person

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika inene in isiXhosa

: inene1inene2inene3

inene3

truth

isibizo (classes 9, 5, isininzi amanene)

  • 1

    truth
    Ndithetha inene ngaye I'm speaking the truth about him