Inguqulelo ka ingongoma ingesiNgesi:

ingongoma

topic

isibizo (class 9, isininzi iingongoma)

  • 1

    topic
    headline
    Ingongoma yesibini yile ntlupheko yasezidolophini The second topic is that of poverty in urban areas
  • 2

    a swelling on the head
    Ingongoma ebisebunzi ibisoyikeka The swelling on his forehead was frightening