Inguqulelo ka ingqungquthela ingesiNgesi:

ingqungquthela

conference

isibizo (class 9, isininzi iingqungquthela)

  • 1

    conference
    Ingqungquthela iqala ngomso eholweni yesikolo The conference starts tomorrow in the school hall