Inguqulelo ka injikalanga ingesiNgesi:

injikalanga

afternoon

isibizo (class 9)

  • 1

    afternoon
    Ndalala ngaloo njikalanga intloko le inzima I slept that afternoon with a heavy head

Usetyenziso

'In the afternoon' is usually expressed by 'emva kwemini' or 'emalanga'.