Inguqulelo ka inkonjane ingesiNgesi:

inkonjane

swallow

isibizo (class 9, isininzi iinkonjane)

  • 1

    swallow
    Inkonjane yakha indlu yodaka ukuze ibeke amaqanda kuyo A swallow builds a mud nest in which to lay eggs