Inguqulelo ka inkosi ingesiNgesi:

inkosi

chief

isibizo (class 9, isininzi iinkosi)

  • 1

    chief
    Inkosi yam yeyemiDushane My chief comes from the imiDushane clan
  • 2

    Lord (God)
    INkosi ikusikelele! May the Lord bless you!