Inguqulelo ka inkundla ingesiNgesi:

inkundla

court (of law)

isibizo (class 9, isininzi iinkundla)

  • 1

    court (of law)
    Inkundla ibafumene benetyala bobabini The court found them both guilty
  • 2

    area between huts and the cattle kraal, reserved for meetings and traditional occasions