Inguqulelo ka intliziyo ingesiNgesi:

intliziyo

heart

isibizo (class 9, isininzi iintliziyo)

  • 1

    heart
    Intliziyo yam ibetha ngokukhawuleza My heart is beating fast
  • 2

    (emotions or feelings)
    heart
    Ndinentliziyo echwayitileyo I have a happy heart
    Intliziyo ibuhlungu kumntu onentlungu The heart is sad for someone in pain