Inguqulelo ka intlungu ingesiNgesi:

intlungu

pain

isibizo (class 9, isininzi iintlungu)

  • 1

    pain
    distress
    sorrow
    grief
    Intlungu endikuyo yeyokufelwa The pain I am in is because of a bereavement
  • 2

    (physical pain)
    pain
    Ziphi iintlungu? Where is the pain?

Usetyenziso

For the sense of physical pain, the plural, 'iintlungu', is usually used.