Inguqulelo ka intolongo ingesiNgesi:

intolongo

prison

isibizo (class 9, isininzi iintolongo)

  • 1

    prison
    jail
    Umntu owaphule umthetho uya kubanjwa avalelwe entolongweni A person who has committed a crime will be arrested and detained in prison