Inguqulelo ka intsapho ingesiNgesi:

intsapho

family

isibizo (class 9, isininzi iintsapho)

  • 1

    family
    Intsapho yakhe yamxhasa His family supported him
    → See usapho