Inguqulelo ka intwanazana ingesiNgesi:

intwanazana

young woman

isibizo (class 9, isininzi iintwanazana)

  • 1

    young woman
    Le ntwanazana ngumongikazi This young woman is a nurse
    → See intwazana
  • 2

    (my/his/her/their) daughter
    Intwanazana iza kutshata ngomso Their daughter is getting married tomorrow
    → See intwazana