Inguqulelo ka inyathelo ingesiNgesi:

inyathelo

step

isibizo (class 5, isininzi amanyathelo)

  • 1

    step
    footstep
    ULindiwe uhambe ngamanyathelo acothayo Lindiwe walked with slow footsteps
  • 2

    step
    Inyathelo loku-1: Xoxani ngezimvo zenu Step 1: Discuss your views