Inguqulelo ka iphakathi ingesiNgesi:

iphakathi

chief's councillor

isibizo (class 5, isininzi amaphakathi)

  • 1

    chief's councillor
    Amaphakathi ngawo axoxa amatyala akomkhulu The chief's councillors handle traditional court cases