Inguqulelo ka iphiko ingesiNgesi:

iphiko

wing

isibizo (class 5, isininzi amaphiko)

  • 1

    wing
    Ixhalanga lawathi na-a-a amaphiko alo, labhabha lemka The vulture stretched out its wings and flew away
  • 2

    windmill
    Iphiko lingavelisa umbane emoyeni A windmill can produce electricity from wind