Inguqulelo ka iphulo ingesiNgesi:

iphulo

task

isibizo (class 5, isininzi amaphulo)

  • 1

    task
    Iphulo lokukhupha uhlobo olutsha lwemali engamaphepha luqalisiwe The task of issuing new money notes has started
  • 2

    campaign
    Yilani ipowusta yephulo elichasa iziyobisi Design a campaign poster that opposes drugs