Inguqulelo ka iphupha ingesiNgesi:

iphupha

dream

isibizo (class 5, isininzi amaphupha)

  • 1

    dream
    Iphupha lakhe lajika laba yinarhumeni Her dream turned into a nightmare
  • 2

    wish
    dream
    Iphupha likaSindiswa lelokuba ngugqirha Sindiswa's dream is to be a doctor