Inguqulelo ka iqhezu ingesiNgesi:

iqhezu

fraction

isibizo (class 5, isininzi amaqhezu)

  • 1

    fraction
    portion
    Ndihlawule iqhezu lexabiso elipheleleyo ndazifumana iincwadi zam I paid a fraction of the normal price and got all my books