Inguqulelo ka iqhina ingesiNgesi:

iqhina

riddle

isibizo (class 5, isininzi amaqhina)

  • 1

    riddle
    Umntu uqala iqhina esithi: "Qashiqashi' A person starts a riddle by saying: "Guess, guess"
  • 2

    tie
    Kungcono ndinxibe iqhina nale bhatyi It is best I wear the tie and this jacket
  • 3

    knot
    Inkosikazi isebenzise iqhina ukubopha itshefu The woman used a knot to tie the handkerchief