Inguqulelo ka iqhosha ingesiNgesi:

iqhosha

button

isibizo (class 5, isininzi amaqhosha)

  • 1

    button
    Liphi iqhosha lejezi yakho? Where is the button on your jersey?
  • 2

    button
    knob
    Wacofa iqhosha elalilapho ngasemnyango She pressed a button that was next to the doorway