Inguqulelo ka isaci ingesiNgesi:

isaci

idiom

isibizo (class 7, isininzi izaci)

inzululwazi geelwimi

  • 1

    idiom
    Isaci libinzana lamagama elinentsingiselo ekwekwayo An idiom is a phrase which has an indirect meaning
    → Synonym of isangotshe