Inguqulelo ka isifanokuthi ingesiNgesi:

isifanokuthi

synonym

isibizo (class 7, isininzi izifanokuthi)

inzululwazi geelwimi

  • 1

    synonym
    Igama elithi "impazamo" nelithi "imposiso" azizifanokuthi "Mistake" and "error" are synonyms
    → Compare isichasi

Usetyenziso

A 'synonym' is a word that means the same or almost the same as another word.