Inguqulelo ka isihlahla ingesiNgesi:

isihlahla

wrist

isibizo (class 7, isininzi izihlahla)

  • 1

    wrist
    Ndiwe; ngoku isihlahla sam sasekunene sibuhlungu I fell; now my right wrist is sore
  • 2

    evidence
    proof
    substance
    Inkundla yafumanisa ukuba akukho sihlahla kuloo nto wayeyithetha The court found that there was no evidence of what she was saying
  • 3

    bush
    shrub