Inguqulelo ka isikhewu ingesiNgesi:

isikhewu

opening

isibizo (class 7, isininzi izikhewu)

  • 1

    opening
    gap
    Sathabatha isarha savula isikhewu elucangweni We took a saw and made an opening in the door