Inguqulelo ka isikhumba ingesiNgesi:

isikhumba

skin

isibizo (class 7, isininzi izikhumba)

  • 1

    skin
    Isikhumba sam somile My skin is dry
  • 2

    skin
    hide
    Izikhumba zeenkomo zisetyenziselwa ukwenza izihlangu The hides of cattle are used to make shoes