Inguqulelo ka isimilo ingesiNgesi:

isimilo

character

isibizo (class 7, isininzi izimilo)

  • 1

    character
    disposition
    Isimilo esihle kukuhlonipha abadala It is a sign of a good character to respect the elders
  • 2

    behaviour
    conduct
    Isimilo sikaLihle eklasini sihle; uchubekile Lihle's behaviour in class is good; she's polite