Inguqulelo ka isiqhamo ingesiNgesi:

isiqhamo

result

isibizo (class 7, isininzi iziqhamo)

  • 1

    result
    outcome
    consequence
    Isiqhamo seso senzo sandigulisa The outcome of that deed made me sick
  • 2

    fruit
    Isiqhamo endisithandayo kakhulu yiorenji The fruit I like the most is an orange